Home / Xhosa / Xhosa Bible / Web / 1 Chronicles

 

1 Chronicles 7.21

  
21. noZabhadi unyana wakhe, noShutela unyana wakhe, noEzere, noEladi; abababulalayo abantu bakwaGati, ababezalelwe kwelo zwe; ngokuba babehle beza kuthabatha imihlambi yabo.