Home / Xhosa / Xhosa Bible / Web / 2 Thessalonians

 

2 Thessalonians 2.13

  
13. Ke thina simelwe kukuhlala sibulela kuye uThixo ngenxa yenu, bazalwana bathandiweyo yiNkosi, ukuba uThixo kwasekuqalekeni waninyulela ukusindiswa, ngokungcwalisa koMoya nokukholwa yinyaniso;