Home
/
Xhosa
/
Xhosa Bible
/
Web
/
Acts
Acts 4.21
21.
Bathe ke bona, beqokele ngokubasongela, babandulula; bengafumani sizathu bangababetha ngaso, ngenxa yabantu; ngokuba bonke babemzukisa uThixo ngoko kwakuhlile.