Home / Xhosa / Xhosa Bible / Web / Exodus

 

Exodus 31.13

  
13. Wena, thetha koonyana bakaSirayeli uthi, Inene, iisabatha zam zigcineni; kuba zingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu, ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo;