Home / Xhosa / Xhosa Bible / Web / Ezekiel

 

Ezekiel 20.21

  
21. Basuka oonyana baba neenkani kum; abahamba ngemimiselo yam, abawagcina amasiko am ukuba bawenze, awothi umntu ewenzile aphile ngawo; bazihlambela iisabatha zam. Ndathi ke, ndiya kuthulula ubushushu bam phezu kwabo, ndiphelelisele umsindo wam kubo entlango.