Home / Xhosa / Xhosa Bible / Web / Ezekiel

 

Ezekiel 41.4

  
4. Wabulinganisa ubude bayo, baziikubhite ezimashumi mabini, ububanzi baziikubhite ezimashumi mabini, wabhekisa etempileni; wathi kum, Yingcwele kangcwele le.