Home / Xhosa / Xhosa Bible / Web / Genesis

 

Genesis 38.18

  
18. Wathi, Ndikunike sibambiso sini na? Wathi yena, Umsesane wakho, nesidanga sakho, nomsimelelo wakho osesandleni sakho. Wamnika ke, wamngena, wamitha yena ngaye.