Home / Xhosa / Xhosa Bible / Web / Hosea

 

Hosea 7.13

  
13. Yeha ke bona! kuba babalekile kum. Yimbubho kubo! kuba bakreqile kum. Mna ngendibakhulule, basuka bona bathetha amanga ngam.