Home
/
Xhosa
/
Xhosa Bible
/
Web
/
Isaiah
Isaiah 10.13
13.
Kuba uthe, Ndenze ngamandla esandla sam nangobulumko bam; ngokuba ndinengqondo, ndayishenxisa imida yezizwe, ndaziphanga iimpahla zazo, ndabahlisa njengenkunzi eyimbalasane abahleli ezitroneni;