Home / Xhosa / Xhosa Bible / Web / Isaiah

 

Isaiah 42.13

  
13. UYehova uya kuphuma njengegorha, uya kuxhoxha ikhwele njengendoda yokulwa; uya kuduma, ewe, uya kunkqangaza; uya kuba ligorha ezintshabeni zakhe.