Home
/
Xhosa
/
Xhosa Bible
/
Web
/
Jeremiah
Jeremiah 4.13
13.
Yabona, unyuka njengamafu, zinjengesaqhwithi iinqwelo zokulwa zawo; anamendu kunamaxhalanga amahashe awo. Yeha ke thina, ngokuba sibhuqiwe!