Home / Xhosa / Xhosa Bible / Web / Joshua

 

Joshua 4.21

  
21. Wathi koonyana bakaSirayeli, Xa bathe oonyana benu babuza kooyise ngexesha elizayo, besithi, Ayintoni na la matye?