Home / Xhosa / Xhosa Bible / Web / Leviticus

 

Leviticus 22.13

  
13. Intombi yombingeleli, xa ithe yangumhlolokazi, nokuba ithe yaliwa, ingazalanga, yabuyela endlwini kayise, yokudla ukudla kukayise njengasebutsheni bayo. Wonke ongengowakuni makangadli kuko.