Home
/
Xhosa
/
Xhosa Bible
/
Web
/
Nehemiah
Nehemiah 3.13
13.
Isango lomfula lalilungiswa nguHanun nabemi baseZanowa; bona balakha, bazifaka iingcango zalo nezitshixo zalo nemivalo yalo, newaka leekubhite eludongeni, kwada kwesa esangweni lezala.