Bible Study: FrontPage




 

Psalms, Chapter 113

Bible Study - Psalms 113 - Xhosa - Xhosa Bible - Web
 
 
 
Comment!       Comment Disqus!
  
1. Haleluya! Dumisani, bakhonzi bakaYehova, Dumisani igama likaYehova.
  
2. Malibongwe igama likaYehova, Kususela ngokunje, kude kuse ephakadeni.
  
3. Kwasekuphumeni kwelanga kuse ekutshoneni kwalo, Malidunyiswe igama likaYehova.
  
4. Uphakamile ngaphezu kweentlanga zonke uYehova, Bungaphezulu kwamazulu ubuqaqawuli bakhe.
  
5. Ngubani na onjengoYehova, uThixo wethu? Ulohlala phezulu;
  
6. Uloqondela phantsi; Ezulwini nasemhlabeni?
  
7. Ulomvusa eluthulini osweleyo, Ulomphakamisa ezaleni olihlwempu,
  
8. Ukuba amhlalise namanene, Amanene abantu bakhe;
  
9. Ulohlalisa endlwini umfazi ongazaliyo, Abe ngunobantwana ovuyayo. Haleluya!


Search in:
Terms:

Vote and Comment on Facebook:Recommend This Page:
Post on Facebook Add to your del.icio.us Digg this story StumbleUpon Twitter Google Plus Post on Tumblr Add to Reddit Pin this story Linkedin Google Bookmark Blogger
Insert Your Personal Insight:

Please do not make mean comments and follow the biblical and spiritual character of this forum. If, however unpleasant situations arise, we request to flag it to us in order to evaluate the situation.

Text source: This text is in the public domain, downloaded from http://www.unboundbible.org, compiled by biblephone2008@gmail.com.

This project is based on delivering free-of-charge the Word of the Lord in all the world by using electronic means. If you want to contact us, you can do this by writing to the following e-mail: bible-study.xyz@hotmail.com


SELECT VERSION

COMPARE WITH OTHER BIBLES